trail...2000
ahee nina bafana no nizophaphalaza nina anisazi guesa nina aniskwali....Loko niphaphele Melika yona yanxaka ngeba ndixazulula ingxuba kaxhaka nona aninxozi...makwedini nine xakaxa ngeke nindixake...Ngena ukhabadiya yena ephunga IKhabhana nge Straw...tsala deki ngalamazwi sikubetha nge codes.. Toes ...Pose ow No...Lamagenge amangele...Ngesothuli isthethi sbethi terms and condition labafana bancane..abanchazi kancane mancane yeku bciko kumaqhawe eqali'qhalo kule nqwelo kutshi nqawe enginyisi ngwiqi...ubuzu Qi...laphonsphuma khona sgamagenge asiltholanga ithuba..lokuthokozisa umphakathi..ngalo eliphupha...esnawo... uVelake uvelaphi wena sani..ufuna uba ngumjoneni ungenal'izaza sazabalaza kuze sbek'lendawo...ubuzamadamara...unganewari sani.. lomtshni yazitshintsha ungatshitshiliza phantsi inkani...sinyanye sesikunyathela phantsi ...emzantsi...ngentsiba sibhale macwecweni enqondo..
You may also like

Leave a comment
See track description ↑