Umona'yi'Coffee

0:00
0:00
Umona'yi'Coffee

Bacinezela'Ngomona Kwakudala Besivalela benomona..Bengamanga ngokugxeka..Beswnyelisa..Nolomizamo bemfililiba..kumyama enlta..Kwa zihlobo zakho zona zithetha enqentsu Nditsho nejaja..Lingaphenduli.. kwiVoicmail...Usole ubomi ke wena uthi abumnandanga. Mamela ke ndikuxelele kwelityeli ungabanaki...Apha kubo ulibali..kwaye wena wenzimbali...uyiModel enika ithuba..babe nako uphefumla..Yiyo lonto behlanga ngefistire bakugrobe,kowatsap banyonyobe..Ukuba wena phethe ntoni..Okanyezenza ntoni. Nditsho behleba igama labo soze livele ngophaphayo....bangoziro soze ukholwe abananto bayaXhoma..Maxaxavithi amaxelegu..onqwaleki Ntamo ngamaxhalanga..Bole bhutyu..ziziphise kodwa soze uzive ukuphola..kwaye azifuni nokuphoswa. BozPhosela ke ntangam..xele umlimi ehlwayela..yakhe imbewu..engaxhala..noba ukhula lukhaula nayo..kuba esazi isivuno sinomtyali waso..Yibukhula uhluz umqondo..

3 Comments

Leave a comment

Author
6 years ago

See track description ↑

6 years ago

@mbafukubantu Love this bro.

2
Author
6 years ago

thanks

User avatar
1.82k
Total plays
146
Followers
106
Following

You may also like