ayilo bali

0:00
0:00
ayilo bali

Ayilo bali yimba si story sama nyani yinxuba kaxaka Xa umbona umxhaxha ngepangaⁿ it's for real ibiyi gang bamxaxhe ngepanga emini same time yasisiwili wili kwa bys kwakhala uyiyiyiw no makhala ukhwen bamlaysha emblensini yayi crime scene kudala benqanda abadala esenza izinto zoganga ngoku uthe cwaka pukwicoma ubhala story ngobomi oqhiba abekecoma ngezakhe izenzo sezisola ebetsala iheat okwesola gogabikho kwakhwe ekasi kutso kwaphola nabazali bayeka unxola Jesus umnika second chance uthi make stathe from the scratch namhla ubalisa ibali preaching universe uthi ebomini gase abuye reverse

1 Comments

Leave a comment

Author
7 days ago

See track description ↑

User avatar
11.71k
Total plays
315
Followers
65
Following

You may also like