iskumbuzo

0:00
0:00
iskumbuzo

at list kancinci bantubenkosi kanitshintshe abanye abantu apha ebomini abakhathali baphila ingathi banabo obunye ubomi abudcine ebhankini okanye amagcamza bazophelela emgodini njenge mainer ebuza sathana mainer ewe andifuni ngomso nithi hayi umighty ngamla nyamazaki ralf grastice khange asixekele le reminder at list kancinci tshintsha impilo yakho hayi okunye okuyaa ziyafa imejen nizimfama anisaboni sibulalana sodwa ngalemali yhooo my friend yenyembezi inyembezi zeziZodala andiniposi njengeleta esokwenza ibaligazi kusandobethwa enye ngoku apha ekasixayiphefumla ithi Hhaaaa Hhaaaa Hhaaaa ampuri dout ibithatha amatshansi 1000% 4sho ezamabhuteri izazixutha zonke iihunser bayithi upper cut yazifila ingathi isebhabha isela isweech kanti ngamakwayo indcedakele ibicimile

6 Comments

Leave a comment

Author
6 months ago

1
6 months ago

Mula 💰

1
6 months ago

FIRE 🔥

1
6 months ago

Respect 🤜🤛

1
6 months ago

Respect 🤜🤛

1
6 months ago

Bussin 💥

1
User avatar
426
Total plays
24
Followers
7
Following

You may also like