Ngeke basiqede

0:00
0:00
Ngeke basiqede

Ngeke bandiwise noma bezama bayohluleka bafuni imali bafuni imfuyo bafuni imoto bafunu undlisa bandifuna ndifile bagcwelu umona ndithi they wish soze kwenzeke bayadlalisa ndingu Teekay idyane endala indode sxhosa ndigibele ntloko ndiqabele ntloko zam sorta out bazenzi itshomi ndiyababona ndibabona kude bazenzi itshomi bahleka nam kanti zintshaba Ekasi lonke kuthethwa ngam indabi ingam kuthethwa ngam Ekuseni emini nasebusuku Ekuseni xabephunga ligama lam emini xakutyiwa I dinner ndim ebusuku andithethi balalangam ebusuku xabelele baphupha ngam ........ ndiyakuxelela yonke into ilokwi ingam bayazama bayohluleka kodwa abayeki nditsho ndilele nasebusuku bayandihlupha nditsho ndihamba nasekuse isekwangabo ngeke balenze ixesha ndiyakuxelela ngeke balenze ngeke balenze ngeke basiqede Tony Dayimane Tony dayimane ngeke basiqede ngoku ndagudla ngoku ndabakho soze balunge ........Everywhere langihamba khona kuba nengxaki Everywhere bangibona khona batshintshu ubuso everywhere langihlala khona kune haters everywhere xangisiza kuba khwingxaki ngeke basiqede ngeke basiqede ngeke balunge ngeke basiqede Tony Dayimane usefikile ngeke basiqede ngeke basiqede ngeke balunge ngeke basiqede ngeke basiqede ngeke balunge

1 Comments

Leave a comment

Author
11 months ago

User avatar
2.1k
Total plays
174
Followers
148
Following

You may also like