yonki into

0:00
0:00
yonki into

yonki intwi bi right ngobungekafiki uthe usofika kwave kwaba worse(×2) yadika lendoda browami inesdina ingase xa ingena ndiwutsibu umgubasi ihlali iloqa gqithi ithethi intwezingekhoyo ihlali iphambanisa xayibona ama medy umloma awuvaleki ihlali ithetha gqithi ibe worse kakhulu xayithe yanathiswa ihlali iyidlisa njalo ithethe ezamadyani isenzela phantsi yinkwenkwe eyidyani safuni koyibona kwasecaleni kwam indenza ndibe narr iyandiphambanisa indenzeli intloko indenzelu umsindo browami kungekudala ndizawude ndiyilungise........ thina sobabini sizi enemies yandiphambanisela kudalu unombali ithi ndyamtshithela ithi ndyamjolela ithi ndyazenzisa xandisithi ndyamthanda ithi ndiyi player ndidlala ngamantombi ndiyawatshintshatshintsha every fuckin day yaqala kanjl lo beef esinayo ezi lihambi ixesha Yiyibacrc ngoba zange ayeke ehambe ethetha ngam ehambe ephambanisa efunu uzithandekisa ethi ndyathakatha ndigibelu utshayelo akupheleli lapho nemfene sendinayo ndazikhupha kunjalo kweloqili londoda nditsho even now Joe safuni kombona funi kovi ivumba even elogama everything about his Dawg iyandinyanyisa

1 Comments

Leave a comment

Author
11 months ago

User avatar
2.1k
Total plays
174
Followers
148
Following

You may also like