Since kwakudala oko ndithanda lomculo Since kwakudala ndisakhula ndise yintwana(×2) I've known for the fact bu umculo nd

0:00

Since kwakudala oko ndithanda lomculo Since kwakudala ndisakhula ndise yintwana(×2) I've known for the fact bu umculo ndizotya ngawo ubanye becingu ukuba ndiyazidlalela ndikhumbula kudala ndisakhapheli inkomo ndandithandu uzibiza Teekay indode sixhosa banye bendihleka bengawuboni lombono ngoku ba surprised bakhupha amehlwa amakhulu bazisondeza kum bazitshomanisa nam bazama ngandlela zonku ukundithoba amandla sebe late kakhulu ngoku sendi famous sendiko channel o ndiphila ntofontofo all over the world liyaziwi ibitsolam all over the world ndifomous kode kuyovalwa kudlalwi ingoma zam every lyrics bayazicula thando lweqiniso endingazange ndalifumana andihoyi ne whores ndi fokhase kakhulu I want no mistakes gqibele ndiphume ecaleni I'm famous rapper sebendibiza kanjalo little did they know ukuba lentwa ndiyi plenanga ndiziphusheli ithesho ukuze ndikwazu ukuphila since ndingafundangi skolo sesindohlulile .. ndayeka iskolo at an early young age ngenxa yentluphekwe endandiphila ngaphantsi kwayo abazali bam babehlupheka kakhulu imali ingabonwa siloko siceli intoyokutya ngamanya maxesha silale izisu zethu zikhala ngamanya amaxesha silale sidlilu umkhuleko but that's in the past safuni koyikhumbula ndithethi intoyangoku ndipopile nditya lomali

1 Comments

Leave a comment

Author
1 year ago

User avatar
2.1k
Total plays
174
Followers
148
Following

You may also like