Pholas
Pholas mawuphethu u Teekay relaxa ungatatazeli uzobanjwa yi heart attack chillas ungenzizinto in a hurry thathi ixesha lakho ngobu uzokwenzi impazamo ndyayazi uba ufunukuba rich kodwu ungenzi izigqibo at the end gqibelu uzisola ndiyayazi I pressure yakule industry kodwa thathe esakhwi iskhathi uhambe nge leyni yakho ndimdala kudala ndayidlala legame ndimdala kakhakulu sendinaso nespilioni mamela ungabilihlonga ndlebe ngoba at the end uzogqibelu usithi akwaba......... Listen mamelani indode sixhosa ungathi ndiyabhuda ngoba azange ndawrongo I know abanye benwa abandazi kodwa what I know is that lendlela ndiyayazi trust me bekithemba lakho kum i know for the fact uba ngendikulahlekise I've bee In the industry kwakudala isozuqhathemna ndifungo ombotho bebonke I've been in the industry iminyaka yonki into ndiyayazi asoze ndikulahlekise promise indode engafungi ijika okondabakhona I've kept all my promises
You may also like

Leave a comment