Bandibuzi imibuzwe eyi 21

0:00
0:00
Bandibuzi imibuzwe eyi 21

Bandibuzi imibuzwe eyi 21 andisazi ndithini abazazi bafunani bafuna yonki into(×2) Bandibuzi imibuzwe e different ngesikhathi esifanayo sendixakene nento andisenazo nempendulo bandibuzubi ingomazam ndizi releasa nini bandibuzube ekapa ndizoya ndiyoperfomanini bafunu ukundibona abanye bafuna nju ushutha bandisendela I Dm's futhi bandibhukhe same time ndi busy ndiyehla ndiyenyuka ndenze endidume ngazo Sometimes kuba nzima kodwa andikwazu ukubaphoxa ndivuke ekuseni ndiye kwigig ndibuye late sometimes andibuyi all the night ziyamporoma I'm busy man ndimatasa ndenzi mali all over the world bandithanda ngokweqiniso andithethi ekasi ungafunga ndingusomandla bandithanda manyani bandi supporta all the times noba ndibhukhishwephi bahleli bezoba khona noba ndixakekile asoze basongi izandla unconditional love bandithanda bengazenzisi wherever I'm I'm representing ikasi whatever I do ndihlale ndibacangela whatever I get ndihlale ndishereli ikasi noba kwenzenjn asoze ndabaselfish ndiyanithanda ekasi nonke ningumndeni wami ndiyanithanda ekasi forever nanini nah ndiyanithanda manyani I'll never turn against you

1 Comments

Leave a comment

Author
1 year ago

User avatar
2.1k
Total plays
174
Followers
148
Following

You may also like