I madness I ninzi
I madness I ninzi kwelixesha sesiphila kulo umntu wenza into at the end gqibele ezisola(×2)umntu wenza intwe ewrongo ngokuweyijongile athi xase banjwa a acte as if u surprised umzekelwi I Para lixuthi pess zabantu xalithe labanjwa ufikelizenzu usizana isqalo nesiphetho sento oyenzayo asifani ubabekufana ingabe yonki into I right umntu wenza intwe ewrongo ngoku ayibonayo angaphinda acingbi imphumela izobanjani abantu ba wrongo kulemihla yanamhlanje never trust no one kwelixesha sesiphilakulo every where zizitha nditsho nasecaleni kwakho but most of the time ziba seduzane nawe..... hlalu uvulamehlo every single fuckin day hlalu uvulamehlo Ugadi ingcuka zingamoshi umjonge emehlweni ofika manqampu nqampu umjonge ngezenzo okufikela njalonjalo keep your friends close zoni izitha zibekufutshane keep your head down kodwa amehlo every where always be alert ngobi ixeshalabo awulazi uqoqi izikhali zakho uhlalu ulindeli imfazwe
You may also like

Leave a comment