Vele ndingu mxhoba by lilzett

0:00
0:00
Vele ndingu mxhoba by lilzett

andinxibi kwatemu, andinxibi kwa Pep, andinxibi Cheap, azenzi billionaire, ndiy'swegga, nditya isintwana, Vaya nge Polo, wola kwasaa, Noba ndiyanxila, andiseli Savanah, lumela nge Branti ndiyenze I commando uqina imihlathi Uthanda ukulwa ugcwel amanxeba ksasa uyabuzwa uzenza msulwa kodwa uqatsele utya umthendeleko kodwa ufuna ne branti uzenza umXhosa kodwa awunambeko Ndikuthandela nogeza kodwa uyabethwa

2 Comments

Leave a comment

Author
1 year ago

Lilzett

User avatar
265
Total plays
17
Followers
14
Following

You may also like