Ibali lam ndisakhula mtshana by lilzett
0:00
0:00
Kwakunzuma ndisakhula, igama lilzett Roodepoort , ndandingenabazali , mama wasweleka, ndina 4 month ndizelwe Kwanyanz3leka, ndiphande ngendlela, enobundlobongel ndaguquka ndasisi lwanyana, ngenxa yophanda ebantwin Ndisa khala kodwa If yintando kamdali kulungile Ubomi bunzima mntanam, kunamaginxiginxi akufuni matyeketyeke Mandik beke, ubomi bunzima mchana mandikubeke ubomi abufuni matyeketyeke ndandilala ndingatyanga mandikubeke Kwakunzuma ndisakhula, ndandi ndodwa , abahlali kanjani babe ndithathethl phantsi, Kuthwa hlonipha uyihlo nonyoko,
You may also like

Leave a comment

hit me beat of the day up plz g 💪🔥🤝💯WAKE EM UP 🗣️🔊 Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯
No sound Bars: On point 🎯 Delivery: On point 🎯 Impression: Great 🎉