Aphiwe Ndzakana

phuma uphele

Aphiwe Ndzakana
phuma uphele

99 Plays

3 months ago

phuma uphele phuma suka hambuhambe bashiye abangenampilo zishiye izihlobo ezingeloncedo bashiye suka kwabangenasakhono ubucenga ntoni kwabangenawo nombono ungasukuhambe nje uphume uphele kubo kunani yiya apho kukho ukwakhana yiya kwindawo ezele ingqiqo hlakanipha ungaphungaphunguzi limise ikamva lakho Zidane ingcinga zakho lithabathele kuwe ke ikamva lakho zibuze uphilela ukwenza ntoni na zibuze unako ukwenza zithamsanqelise ungazenzi "wheel barrow" libize ikhakhayi lakho sele uncamathele kwabo bangeloncedo unyanzeliswa yintoni sele ukhala nje wokhala de uthini Khalifa ke ingekacimi lenqawa sele kunzima nyamezela akulozwe lankenenkene ke neli wakuba tyokololo wohlekwa nazintaka ndithi suka phuma deda kwindawo ezingenankqubela wokhalipha ke mhla usithi lamazwi uwavile hlala ke wena Sala kutshelwa

3 Comments

Leave a comment

3 months ago

Keep grinding ✊ Tag This ⭐ Сold af 🥶 ATE 🍜 Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

3 months ago

Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

3 months ago

phuma uphele phuma suka hambuhambe bashiye abangenampilo zishiye izihlobo ezingeloncedo bashiye suka kwabangenasakhono ubucenga ntoni kwabangenawo nombono ungasukuhambe nje uphume uphele kubo kunani yiya apho kukho ukwakhana yiya kwindawo ezele ingqiqo hlakanipha ungaphungaphunguzi limise ikamva lakho Zidane ingcinga zakho lithabathele kuwe ke ikamva lakho zibuze uphilela ukwenza ntoni na zibuze unako ukwenza zithamsanqelise ungazenzi "wheel barrow" libize ikhakhayi lakho sele uncamathele kwabo bangeloncedo unyanzeliswa yintoni sele ukhala nje wokhala de uthini Khalifa ke ingekacimi lenqawa sele kunzima nyamezela akulozwe lankenenkene ke neli wakuba tyokololo wohlekwa nazintaka ndithi suka phuma deda kwindawo ezingenankqubela wokhalipha ke mhla usithi lamazwi uwavile hlala ke wena Sala kutshelwa

You may also like