Calvin Zaka Role Model
sure Tk Ndingu Mjita woxhosa vlr mani akhonto yoyikisayo mos andibukelanga scarry movie vele ndiqhaqhazela ingathi ndise isini baphi nah abantu base Mpenkulu okanye behamba ne Gama elithi Mxinga before kufike umpi enkulu babekweyompi okukwabo I don't care what are you talking about me but there is a only one who is watching haha sure๐๐ ipasika inini nakanti last year ibinge 7April ngoku inge 29 March kwenzakalantoni nah ngoku elizweni kanti kunini naler beat iphekwa sendifuna ukuyiphaka njengangoku but ker ndiyabona andinawo nalo Mandla but ndizophuza I I Rebuster so it can robust me again sure but ker akuna wei Nami bendifuna ukutya inyama enintsi ndifane no Big Zulu kodwa akufuywanga ikhona e Kholi for anyone sure
You may also like

Leave a comment
See track description โ
Thanks brothers ๐ซ๐ค๐ฅ
Bars: Perfect ๐ฏ Delivery: Perfect ๐ฏ Impression: Perfect ๐ฏ
Bars: Perfect ๐ฏ Delivery: Perfect ๐ฏ Impression: Perfect ๐ฏ
Slidddd ๐ Slidddd ๐ Bars: Perfect ๐ฏ Delivery: Perfect ๐ฏ Impression: Perfect ๐ฏ
KILLED IT ๐ต
Bars: Perfect ๐ฏ Delivery: Perfect ๐ฏ Impression: Perfect ๐ฏ