izinja

0:00
0:00
izinja

Zikhonkotha ehambayo izinja soze zikukhonkothe umile Ngazosijongela phantsi khazi thina siqwesile Yabo le ndawo usibona kuyo ngengomso sinyukile Soze undithole lana khazi ndi elevatile I don't know ba ndingaqala ngaphi xa sendibalisa ibali lam Kodwa mandiqale ekuqaleni kuthi yonke lento isukelephi Sukela that day uThixo edecida undinika esisipho Ngoku ndinexanguva elikhulu ngoku abanye abasagcwala ngam Yeah abasagcwala ngam bahamba bephunga ngam Kodwa ke mna andikho lapho ndibusy ngetesho lam Ey Sthandwa Sam ndicela unyamezele sizoflyer nyani Bahlobo bam basinyamezeleni sesikufuphi Uzothi ujika ngapha nabo khazi ontombifuthi Uzubakhumbuze ngesasikhathi babengakuvumi Bekucinezela besithi kuwe hay wena nkambunca

3 Comments

Leave a comment

Author
3 years ago

oh this my shit

WAKE EM UP 🗣️🔊

User avatar
476
Total plays
50
Followers
39
Following

You may also like