Maniac
Maniac

long$,time#coming😇.

long$,time#coming😇.

41 Plays

23 Mar 2022

yazi le weather is about to be cool ndiphuphe ndibambe nga two lomntwana ncwanywa kakhulu usiki phiko elikhulu i BMW my kid is gokoo namhlanje asaphola unga worry yimi ozokhokha unyuku igcwel'amapotla kentuck killer ama god ndi sazo kiya ama court indlal'ibhokelu mzansi awufuni sihambe siyohlola okanye urhanywe liqonya ulindi mali yeqolo uhulimeni ufuna amkholwa hayi suka mina ndinga kugoqa ndikwenze umfazi oqotho i'sbaya sgcwala mazizi ijoni lisemsebenzini uzozwa kukhalu mratata ungathi ndidlala amajarha bafana niqhela amagwala ndizok'hama niqhephuke umqala uvalo l'phume ngomchamo mini lungu ndiyal'chana ndifuna ubeke oonochansa uphinde ubeke oonoxhaka mina umxhaka ndiyawuxaka uxhume uxhakazi bhansi ushoti urhama u langwana umeza uphethe ilabhabha mina ndifuna ukuyophanda ndigcwalisele leskhala ndixubanise amagama ndidlale ngama punchline kusuke isiphithiphithi rhyme ndi phinde ndidlale nge randi askes bafethu andihlekisan ndizi'funela nje i moto yam unditsheli story san

2 Comments

Leave a comment

2 years ago

🔥

You may also like