๐Ÿ’€Skelem The Xhosv Rvp๐Ÿ’€
๐Ÿ’€Skelem The Xhosv Rvp๐Ÿ’€

๐Ÿ˜๐Ÿ’ฟ๐Ÿ‘‰๐ŸพMine๐Ÿ‘ˆ๐Ÿพ๐Ÿ’ฟ๐Ÿ˜

๐Ÿ˜๐Ÿ’ฟ๐Ÿ‘‰๐ŸพMine๐Ÿ‘ˆ๐Ÿพ๐Ÿ’ฟ๐Ÿ˜

85 Plays

โ€ข

15 Feb 2022

This Your Song. ***Hook The Blacker The Berry The Sweeter the Juice Bohlala bexega Abntu Babe We Gotta Move Girl You Mine x7 I Play For Keeps ***Verse 1 Mini yonke ndicinga ngawe. When I Sleep. I'M Seeing you. Future wifey you ma Boo. You know they Hating what we do. It's A Shame. What Can We Do? Zokphatha'Kakuhle Soze Tuu. Ndikbukele Uhambe kum anvumi. Ixesha Elingaka Babe Sikunye Uzuthi uBudlala Xa Undilahla. I Know you Deserve Soo much better. Ufuna Umvuzo UboNyamezela. Uyibangela Indoda. Iyofuna Umsebenzi. Iphume Ekoneni. Ingene Enkonzweni. Babe Mamela Ndikubhaleli Verse. ***Pre Hook Girl You Mine x7 I Play For Keeps. ***Hook The Blacker the Berry The Sweeter the Juice Bohlala Begxeka Abantu Babe We Gotta Move Girl You Mine you mine x7. I play For keeps. ***Verse 2 Akupheli nditsho imini Ndingacinganga ngaye. ubabe wam Chommy yam Bambo lwam Sthandwasam Nono wam Xinxi wam Phakade lam Masiphathisane kule tas. Nathi ingomso lethu asilazi. kodwa elamu ndifuna wazi. ndifunubakunye nawe.

1 Comments

Leave a comment

You may also like