Life is hard

0:00
0:00
Life is hard

Life is hard .Yho . Uthand'umuntu ugcwale ngaye kodwa atheth'ichance ngenxa umthanda.Enze zonke izinto iziwrong ecinga ba uza myeka .Kubi kulomhlaba esikuwo nosatane unamandla engajimanga. Yazi emhlabeni umntu funeke ungamthembi.uyakwazi umnceda omye umntu kodwa yena can't help you 😭😭kubuhlungu uthemba umntu ongakuthembiyo.Yazi Lifa boi aphe mhlabeni funeka uthando ingàbi yinto oyajonge kakhulu .Ndikucebise boi Jongana nengxaki zakho uthando ibe yinto yokugqibela ..Just keep trying and hustling...things might get easier . I'm saying to those who experienced this .Andiyazi ndenzenjani xa kunje ngoba no Thixo uthi ndyashishiza .Jonga ngoku Kuba ndamamela amazwi wexhego nexhegwazana lamm ndiphii....Oachuz bamm ba believe ba ndim..GOAT!!!

1 Comments

Leave a comment

Author
5 months ago

See track description

User avatar
39
Total plays
6
Followers
0
Following

You may also like