lil chain x ivos-Adiwele
chorus xa ndingekatshayi vele n'qeqe//cinge ukwenza izmanga phamb kwez'hlwele//siya ngqwatha no ivos sinyeli zfebe //uthi awundazi kodwa ukhalisa ulil chain verse lil chain i'm a dope rapper//ndiyaktshel'uYeva //zbala ngondokhela //kodwa zding'iztena //bendithe hlw ke nhnh //ndakbiza aweza //cel'ugqithapha //wakhetha undijonga nje wandishay'istlama adiwele naziya imali zidlala abantwana// utito mboweni ulaa //sispida ngamaphepha //ingathi skhuphi newspaper //aysezo Mandela now //ziPitso zka yem yem Kau//he fought for us sidla amJem jem now verse ivos abantwana bayathanda uzenza ngathi abasifuni kodwa xasinodlala ngemli bangasibiza ngamamiliyoni bathi nasistoko nontombi khovuli gate bayabuza ukuthi baphi ndiyabatshela ukuthi bakwala imali ndihlamba ngayo
You may also like

Leave a comment
See track description ↑