impilo inzima

0:00
0:00
impilo inzima

andfuno xoka u life undbonisa manqatha mdaka! i nerve thought kuba nam ndyoze ndibe mngaka ! ndamxelela no mdali kodwa mna ksazo phand ! kalo lempilo ayfunuthule ifunu uyeku ncanywa lempilwinzima awty bohlezi bethethu lwatha ! uzoba late skeem ukuba zohoyo nondaba ! umsoso uqala kanje uzbone sew phothakala ! ndafunga ngenyi mini ndathi nzom impres umama ! as ixesha lihamba ndazamaa nobekezela ! aw kanti all along umdali undlayteli khandlela ! I could believe kuba bendsa qalu plena ! so pls ndakcela jw ungayeki ubaseleka !

3 Comments

Leave a comment

Author
1 year ago

See track description

welcome to rap fame keep grinding run the numbers up

12 months ago

Level up the audio quality and you're onto a winner! 🏆

User avatar
29
Total plays
5
Followers
0
Following

You may also like