kulate

0:00
0:00
kulate

Kulate Bokothuka sekulate Trap ndbanika nge plates Yeah I wanna get paid ISlow eyam pase Coz Funu ukwenza sure Andshiyi nhe thontsi klewei Amagama ndiyawapaint Liqobelo le chep Ufuku fuku mzimba Ebsweni ndi plain 8 years ndiyibudah Manchester ndiyayphila Ijuvi iyosikwa Kulate for ibeef Mhasithi rhwap rhwap chicken Ndizmele kitchen Gas iyatshutshisa Ngesxhosa ndiyabatshiza I hate idyan elitshiza Hambu yodidiza Fuck umlilo weendizah Khule ndibasi rhugula Ndiyawungula Xa Ndicula, Ooqueen bayaduda Ndiyngqukuvah but ndiyaduva Up and coming enelunda Back off usabuza Thina sizonqumla Sodlula, siyohlupha Kulate for ucenga Uyalazi ceba Estu ndishiyii ngceba Speaker siyabhodloka Ndibawisela nge donga Phinci Phinci kwi zandonga Dala ndarhodoba Ndaazbetha ngo rhoba My dream bendiyqonda Right now ndisanqoma Aykavuthwa ndizopopa When I do nizoybona Kulate for uphola It's time for ufoster

12 Comments

Leave a comment

Author
2 years ago

LIT 🔥 FIRE 🔥 Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

1
2 years ago

Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

1
2 years ago

BLESSED 🙏 COLD 🥶 Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

1

Bars: Dope 🔥 Delivery: Dope 🔥 Impression: Dope 🔥

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
2 years ago

Champion 🏆

1
User avatar
2.67k
Total plays
244
Followers
214
Following

You may also like