Emhlabeni kunzima

0:00
0:00
Emhlabeni kunzima

Emhlabeni kunzima(×2) Emhlabeni kunzima (×2) emhlabeni kunzima ndivuka ngentseni ndivuke ndibe ready ndivuke ndibe steady thatha amathuluzi shone emsebenzini ndiyozama ukuphila ndiyokwenza imali ndiyosebenzela abantwana bam ndiyosebenzela nomfazi emva ekhaya ndiyobeka isinkwa phuzu kwetafula ukuba kutyiwe ekhayeni lam ekhayeni lam bandibizi breadwinner bonke bajamile bajongele kum bathi ndim indoda so mandibonakale ubudoda buphi xasihlupheka kanje Kuthi mandikhale xabendigcwalisela bonke bendixelela zonke indaba zam kuvele kubengathi mandivele ndibaleke ndiye kwelinye izwe ndiyohlala ndodwa andisenamfazi umfazi wam uhambile nabantwana bonke abasekho ngoku ndisele ndodwa ekhayeni endihlala kulo kukhala ibhungani ndihlekwa yilali

4 Comments

Leave a comment

Author
2 years ago

See track description

Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

1

Bars: Dope 🔥 Delivery: Dope 🔥 Impression: Dope 🔥

1
1 year ago

Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

1
User avatar
2.11k
Total plays
173
Followers
148
Following

You may also like