Lil Mandie _free style (starring)

0:00
0:00
Lil Mandie _free style (starring)

verse xhing (3×)ayphumi lemali tshing(3×) yavutha le ATM wiwu(3×) afaka amarhati andaz ndenze njani (no) andazi ndenze njani. ngoba ayiphumi nale mali. ndizobanjwa nje for nothing no no no no...(several times) verse I'll make a plan.. as a man. nzo actor ngathi ndi actor i film. As a staring. uyambona u super man.spader man.iron man.jackie chan. never mind. ndingu master mind. kule game spethu Mandie.into erobha ufedelithi. day n night(day n night) xhwele lam lintswempu. lindenza ndenze kakhulu. even amapolisa andiphanda imini nobusuku.kodwa ndigqitha gqitha kuwo zonke ezintsuku. mna ndiyakwaz ngoku ndivalelwe ejele. kodwa ukwaz ukundibona esada nditsho apha ebhede.xa umntu endi chacker ejele uzofika ndikhona ndilele. everywhere always say Mandilive this. Mandilive that. story sam asibambeki.sohlula nabo mthetho . mbhedo

1 Comments

Leave a comment

Author
2 years ago

See track description

User avatar
88
Total plays
16
Followers
11
Following

You may also like