Sineghal
Ndihamba nge buccati I'm going to Sineghal La bantwana bayakhala Bath lobhuti uyababa U Asathi uyababa Bath lobhuti uyababa kanti andithandi ukudlala Ndizidlalela ama card.i Yaz lomntwana uyandthanda Lok'endbonisa amathanga Yaz ndcingb'uyadlala kanti yen'undifuna nyani yaz mna andthand'ubethwa ubuthwa ngamadod'abantu Yaz lomntwana uyandthanda Lok'endbonisa amathanga Ndifik'eSineghal I'm playing with'abantwana Loko sidlal'umaleqana Loko sidlal'uhide and seek (eish) le bhotil'iyandisika kant ke kungen'ubusika Andiyithandi lepasika kant'indizela ne passel Mna ndingena Nge Buccutti Mna ndingen'e Sineghal Loko sihlaba obutywala kant nabantwana bayasithanda Me I'm looking everybody Andiwancanywa amabhadii Mna ndithandel'izimalii Andizthandi izilalii yes.... πͺπ»πͺππ’ππͺπͺπͺ πͺπ»πͺππ’ππͺπͺπͺ πΉ+
You may also like

Leave a comment
See track description β