Cheez

Hoenamandla

Cheez
Hoenamandla

6 Plays

3 months ago

yeah gcwala ndiya bump_a thunywe ngu iva ndizoqonda lomba kaloku uOna ngulo uthanda uba waqla ngo __ phof mandibe ndithula uhh uh uh jonga ndifuna le moola kukhala iititshala zithi Cheez uyarhuba sametime kwazona ziyandiphuza tsala iwora ndibe ndiyiphuza ba kutheni diss_a uOna sundbuza but ubuso bayo ngathi iyasuza word to my dad mtshana awuzulunga xa sithetha inyani lentwana iyafeba ubujola no ___ ngok zyathini ? phof mandiyiyeke uthetha cause fasho izandbetha Cheez lokho evul'indlela mtshana imbi na xa ucimela the way you walk ngathi watshayiswa sistimela if ujola noOnamandla yazi uba uyatyelwa bhala lewei in less than a hour ngoba uIva uyandicenga yiza kum baby girl shiya lo uyadenga hahaha xa ndiyibona lantwana ndiyahleka but all in all ngumjita ogrand ngok ndandiyidinga wafaka imali kodwa uyafeba usuku nakutayi yeses kwedini andifun' ubeleiv_a ba awutshayi uIva wawuthe soze umtshate yiza kum baby girl soze ndingakutshati woah yeah Cheez akaphelelwa aka rust_i

1 Comments

Leave a comment

You may also like