Sphiwe Fukamile
Sphiwe Fukamile

Ndenziwa kungazi

Ndenziwa kungazi

19 Plays

9 months ago

ekse jonga mnani ndikhumbula ngisakhula ndiyi ntwana ekhule ezithandela ucula ... Bendi thanda naba ntwana bendi vuma ndi ngeka qala.. noba shela ..ne sigela ndisithana ndisithi ndifuna ubali jonii..... eshii..unyanisile lo waye sithi i life.. iya fana..nam Dais.. Esh..kuna Today ndiya qhwaleka ...ando nqeni noyo .. noyo khuthuza..ababengii thanda.. bangi baleka .. yim..ubuqu Satan'..mara oshayela phantsa.. ngiku bamba ungi biza ngo Magidow as longs ngine nto yoku tshaya..izwaa... fede yazi ngisa..khumbula ngifuna losa..isigela.. utata engicenga ..vele ngabona ingathi yindlalo isigela nga bhema izolo ngalibala nge zayi zolo.. ndandi sithi ndizothi ndiku le minyaka ndibe sendi jola ne gay.. Kodwa dololo nguye babe sithi uzenza ncono lo kodwa aka yazi ne phayi ko wabo basa bhaka iDombolo.. yeah west .... larh

6 Comments

Leave a comment

9 months ago

WAKE EM UP 🗣️🔊

9 months ago

GANG GANG 🤘

9 months ago

Bars: Perfect 💯 Delivery: Perfect 💯 Impression: Perfect 💯

You may also like