Lindo Fikela
Lindo Fikela

Lindo-(embara)wonga diss

Lindo-(embara)wonga diss

5 Plays

06 Mar 2023

ayy back in my body wonga asifani ndyakubona ulambile ndakunika albany oko uyavuka awunamali uzula imbara khangeli spani umjolo awuspani nzokunika usphokazi ndikubize sbari ntwana unga worry ndiyawazi amacherry anjani ungakhali ebsuku andilali ndifuna umeza wakho andisali ndiphethe ulutho sobe ndingatsali ndatakisa ulusina kodwa asityani mna no toyo asivani wonga ucinga unguban wonga uyaphapha uzibiza ngekapa uthii lindo nguno lali ntwana andidlali ubojonga uthetha nabani kudala ndayenza le wei andiqali lamntana akakuthandi ndyakbona ucinga u funny ufuna upopa,hip hop ayikwazi kufuneka ndini disse kangaphi sisa uxolo but lanto yinyani okay ndaphuma pha ndabenza baxhuma apha ndasuka pha ndabeza bothuka aba qhayiya akana ass akatyeki kungcono usteki usteki ndamthengela iteki ndifuna anditakele for iveki smanye I love your bitch ndiyabona ukwenza happy but akano fika ku angie embara asicengi ayy ndiyabona animameli ezintwana andizixheli anindenzeli zonke igirls azikfaneli wonga ndayazi une body me bra ngathi awufadali ndivele ndibe drunk kodwa andiseli andnayo ne meddy ndangena esthunzi thatha ubonnie andziphakeli qhayiya ngawe andizifeli andikdeleli amacherry enu awandidedeli Lusina awuthi ngik sete ndiyabona uwonga ufuna ndimbethe andiphinde ndithethe mna,bona komele ukhethe ezi hoes andiphindi ndizithembe kandini xelele uwonga xakubanda ubiza ulele lentwana oko ithetha gqithi soloko idlalwa zi chicks ndayinika i tiger yathenga i chips qhayiya akanazo ne hips amajti kuye afuna nje i lips anizokwenza nixx ndaqhwaba ulutho kayi six ndanyathela utoyo askies ayy ndiyafika ndiyapusha ndiyafika nduyaquhsa ndifika ndisusa kwa bitch ndiya rapper ndya rhyma asobe ndancama nda dissa uwonga ne hoes zase mbara andidlali kle summer uqhayiya ndiyam chammer okay fuck every bitch embara ndiyi dwagg yayazi mara I tell dat bitch sundibamba akemde yamkela ngathi yimamba bayazi asobe ndadla ndisazo qala ndisazo bhala,ndisazo buya utoyo uzokhula mna ndiyakaka uwonga uyosula ndagqula usteki usisa waqumba uwonga uzenza usimba hakuna matata qha awuna mzimba okay ndaba dissa again they know my name uwonga no ryder izinja ze game suka kle game xa ungena aim It's pain and gain

1 Comments

Leave a comment

1 year ago

You may also like