Halla the hustler
Halla the hustler

Ndakunika uthando lwam

Ndakunika uthando lwam

10 Plays

โ€ข

19 Feb 2023

( Chorus by Halla )๐Ÿ˜ญ๐Ÿ’” ๐Ÿ‘‡ Ndakunika uthando lwam wena wadlala ngalo undphoxile mna Bendikthembile wena ร—2 Verse by Halla ๐Ÿ‘‡ lomntana ndamnika uthando lwam yena wadlala ngalo mna bendimthembhile ngok uvaye nothandlwakhe mna undishiyile bantu bandihlekile xa nsithi undishiyile kodwa vele kzolunga thando lwakho andilcengi bantu basemvakwamu banye bamdincamile futhi soze banthole ngoba ndfas I new balance ngoku ndbabalekile futhi krr ndbashiyile le race soze baywine hey check apha kpethh uhalla bona bahamba nge nyawo iscathulo eskhalayo sesam ndabatshela kwakdala ndim inja ye game Chorus Ndakunika uthando lwam wena wadlala ngalo undphoxile mna Bendikthembile wena ร—2 verse 2 by Halla girl wathi mandimtshate ndamxelel ba andnamali ngoku undishiyela lonto mhlabeni asifani girl not sonke sine mali one day I am gonna shine nawe lonto uyayazi kdala ndpusha mna kle game nase bsuku ndingalali soloko ndphand imali thixo kdala ndthandaza zod undphendule nini nam fun uphumelela ndenz abazali bam proud njengawo wonk umntana olapha emhlabeni wena girl andsakudingi lento ndzoyenza ndodwa futhi ndzophumelela banye bazondihleka soze ndyekiswe ngabo thixo yena uzondceda kdala nam ndithandaza I'm sure ngk it's about time kuthi nam ndphumelele cel wena ungabuyel kum xa senam ndiphumelele Chorus by Halla ๐Ÿ‘‡ Ndakunika uthando lwama yena wadlala ngalo undphoxile mna Bendikthembile wena ร—2

1 Comments

Leave a comment

You may also like